Genesis 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wathi uAbraham: “Kungenxa yokuba ndizixelele ukuba, ‘Ngaphandle kwamathandabuzo akukho ukoyika uThixo kule ndawo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kundibulala ngenxa yomfazi wam.’+ Genesis 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaza yahlabela mgama isithi: “Musa ukusisa isandla sakho kuyo inkwenkwe yaye uze ungenzi nto konke konke kuyo,+ kuba ndiyazi ngoku ukuba uyamoyika uThixo, ekubeni ungakhange wale nonyana wakho kum, engokuphela kwakhe.”+ Levitikus 25:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Uze ungamcinezeli ngobuzwilakhe,+ umele woyike uThixo wakho.+ 1 Samuweli 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuphela nje moyikeni+ uYehova, yaye nimele nimkhonze ngenyaniso ngentliziyo yenu yonke;+ kuba ziboneni izinto ezinkulu anenzele zona.+ Nehemiya 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Le nto niyenzayo ayilunganga.+ Anifanelanga kuhamba ngokoyika+ uThixo wethu+ na ngenxa yongcikivo+ lweentlanga, eziziintshaba zethu?+ IMizekeliso 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukoyika uYehova kukuqalisa kolwazi.+ Ubulumko nengqeqesho koko izidenge nje zikudelileyo.+ IMizekeliso 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile. IZenzo 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.
11 Wathi uAbraham: “Kungenxa yokuba ndizixelele ukuba, ‘Ngaphandle kwamathandabuzo akukho ukoyika uThixo kule ndawo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kundibulala ngenxa yomfazi wam.’+
12 Yaza yahlabela mgama isithi: “Musa ukusisa isandla sakho kuyo inkwenkwe yaye uze ungenzi nto konke konke kuyo,+ kuba ndiyazi ngoku ukuba uyamoyika uThixo, ekubeni ungakhange wale nonyana wakho kum, engokuphela kwakhe.”+
24 Kuphela nje moyikeni+ uYehova, yaye nimele nimkhonze ngenyaniso ngentliziyo yenu yonke;+ kuba ziboneni izinto ezinkulu anenzele zona.+
9 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Le nto niyenzayo ayilunganga.+ Anifanelanga kuhamba ngokoyika+ uThixo wethu+ na ngenxa yongcikivo+ lweentlanga, eziziintshaba zethu?+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.
31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.