Levitikus 25:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza wathengisa ngenxalenye yelifa lakhe, makeze umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo naye aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umzalwana wakhe.+ Duteronomi 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ukuba omnye wabazalwana bakho uthe wahlwempuzeka kwesinye sezixeko zakho, ezweni lakho akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo.+ INdumiso 41:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Unoyolo nabani na onikela ingqalelo kwisisweli;+Ngomhla wentlekele uYehova uya kumsindisa.+ IMizekeliso 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Osweleyo uthiywa nalidlelane lakhe,+ kodwa zininzi izihlobo zesityebi.+ IMizekeliso 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ogculela osweleyo ungcikiva uMenzi wakhe.+ Ovuyela intlekele eyehlela omnye akayi kukhululeka esohlwayweni.+ IMizekeliso 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Obabala isisweli uboleka uYehova,+ yaye impatho yakhe uya kumbuyekeza ngayo.+ Marko 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba amahlwempu+ nisoloko nikunye nawo, yaye xa sukuba nifuna ninako ukusoloko niwenzela okulungileyo, kodwa mna anisoloko ninam.+
25 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza wathengisa ngenxalenye yelifa lakhe, makeze umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo naye aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umzalwana wakhe.+
7 “Ukuba omnye wabazalwana bakho uthe wahlwempuzeka kwesinye sezixeko zakho, ezweni lakho akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo.+
5 Ogculela osweleyo ungcikiva uMenzi wakhe.+ Ovuyela intlekele eyehlela omnye akayi kukhululeka esohlwayweni.+
7 Kuba amahlwempu+ nisoloko nikunye nawo, yaye xa sukuba nifuna ninako ukusoloko niwenzela okulungileyo, kodwa mna anisoloko ninam.+