Levitikus 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘Ukuba umnikelo wakhe ngowasemhlambini yaye ungumbingelelo wobudlelane kuYehova, inkunzi okanye imazi, woyisondeza ibe yephilileyo.+ Hebhere 7:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+ Hebhere 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo? 1 Petros 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Akazange enze sono,+ kungazange kufunyanwe nankohliso emlonyeni wakhe.+
6 “‘Ukuba umnikelo wakhe ngowasemhlambini yaye ungumbingelelo wobudlelane kuYehova, inkunzi okanye imazi, woyisondeza ibe yephilileyo.+
26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+
14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo?