Mateyu 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wandula ke uYesu wathi kuye: “Qiniseka ukuba akuxeleli nabani na,+ kodwa hamba, uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze unikele isipho+ uMoses awasimiselayo, ngenjongo yokuba kube bubungqina kubo.” Luka 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wamnika loo mntu imiyalelo yokuba angaxeli nakubani na esithi:+ “Kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze wenze umnikelo+ ngokuhlanjululwa kwakho, kanye njengoko uMoses walathisayo, ukuze kube bubungqina kubo.”+
4 Wandula ke uYesu wathi kuye: “Qiniseka ukuba akuxeleli nabani na,+ kodwa hamba, uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze unikele isipho+ uMoses awasimiselayo, ngenjongo yokuba kube bubungqina kubo.”
14 Waza wamnika loo mntu imiyalelo yokuba angaxeli nakubani na esithi:+ “Kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze wenze umnikelo+ ngokuhlanjululwa kwakho, kanye njengoko uMoses walathisayo, ukuze kube bubungqina kubo.”+