Marko 7:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngako oko wabayala ukuba bangaxeleli nabani na;+ kodwa okukhona wayebayala, kokukhona babekubhengeza ngakumbi.+ Luka 8:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Ngoko, abazali bayo babethe phithi; kodwa wabayalela ukuba bangaxeleli nabani na ngoko kwakwenzekile.+
36 Ngako oko wabayala ukuba bangaxeleli nabani na;+ kodwa okukhona wayebayala, kokukhona babekubhengeza ngakumbi.+
56 Ngoko, abazali bayo babethe phithi; kodwa wabayalela ukuba bangaxeleli nabani na ngoko kwakwenzekile.+