Isaya 42:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Akayi kudanduluka okanye aphakamise ilizwi lakhe, yaye akayi kulivakalisa esitratweni ilizwi lakhe.+ Mateyu 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wandula ke uYesu wathi kuye: “Qiniseka ukuba akuxeleli nabani na,+ kodwa hamba, uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze unikele isipho+ uMoses awasimiselayo, ngenjongo yokuba kube bubungqina kubo.” Marko 5:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Kodwa wabayalela kaninzi-ninzi ukuba bangakwazisi nabani na oku,+ yaye wathi mayinikwe into yokudla.
2 Akayi kudanduluka okanye aphakamise ilizwi lakhe, yaye akayi kulivakalisa esitratweni ilizwi lakhe.+
4 Wandula ke uYesu wathi kuye: “Qiniseka ukuba akuxeleli nabani na,+ kodwa hamba, uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze unikele isipho+ uMoses awasimiselayo, ngenjongo yokuba kube bubungqina kubo.”
43 Kodwa wabayalela kaninzi-ninzi ukuba bangakwazisi nabani na oku,+ yaye wathi mayinikwe into yokudla.