Marko 1:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 wathi kuye: “Uze uqiniseke ukuba akuxeli nto nakubani na, kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli+ uze unikele ngenxa yokuhlanjululwa kwakho izinto uMoses awazalathisayo,+ ukuze kube bubungqina kubo.”+ Marko 7:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngako oko wabayala ukuba bangaxeleli nabani na;+ kodwa okukhona wayebayala, kokukhona babekubhengeza ngakumbi.+
44 wathi kuye: “Uze uqiniseke ukuba akuxeli nto nakubani na, kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli+ uze unikele ngenxa yokuhlanjululwa kwakho izinto uMoses awazalathisayo,+ ukuze kube bubungqina kubo.”+
36 Ngako oko wabayala ukuba bangaxeleli nabani na;+ kodwa okukhona wayebayala, kokukhona babekubhengeza ngakumbi.+