Mateyu 9:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kwaye amehlo azo abona. Ngaphezu koko, uYesu waziyala kabukhali, esithi: “Qinisekani ukuba akukho bani uya kukwazi oku.”+ Mateyu 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 kodwa wabayala ngokungqongqo ukuba bangamvezi;+ Marko 7:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngako oko wabayala ukuba bangaxeleli nabani na;+ kodwa okukhona wayebayala, kokukhona babekubhengeza ngakumbi.+ Luka 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wamnika loo mntu imiyalelo yokuba angaxeli nakubani na esithi:+ “Kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze wenze umnikelo+ ngokuhlanjululwa kwakho, kanye njengoko uMoses walathisayo, ukuze kube bubungqina kubo.”+
30 Kwaye amehlo azo abona. Ngaphezu koko, uYesu waziyala kabukhali, esithi: “Qinisekani ukuba akukho bani uya kukwazi oku.”+
36 Ngako oko wabayala ukuba bangaxeleli nabani na;+ kodwa okukhona wayebayala, kokukhona babekubhengeza ngakumbi.+
14 Waza wamnika loo mntu imiyalelo yokuba angaxeli nakubani na esithi:+ “Kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze wenze umnikelo+ ngokuhlanjululwa kwakho, kanye njengoko uMoses walathisayo, ukuze kube bubungqina kubo.”+