Mateyu 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wandula ke uYesu wathi kuye: “Qiniseka ukuba akuxeleli nabani na,+ kodwa hamba, uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze unikele isipho+ uMoses awasimiselayo, ngenjongo yokuba kube bubungqina kubo.” Marko 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kodwa izihlandlo ezininzi wabayala kabukhali ukuba bangamenzi aziwe.+ Marko 7:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngako oko wabayala ukuba bangaxeleli nabani na;+ kodwa okukhona wayebayala, kokukhona babekubhengeza ngakumbi.+
4 Wandula ke uYesu wathi kuye: “Qiniseka ukuba akuxeleli nabani na,+ kodwa hamba, uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze unikele isipho+ uMoses awasimiselayo, ngenjongo yokuba kube bubungqina kubo.”
36 Ngako oko wabayala ukuba bangaxeleli nabani na;+ kodwa okukhona wayebayala, kokukhona babekubhengeza ngakumbi.+