Mateyu 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 okanye ingxowa yokutya yohambo, okanye izambatho zangaphantsi ezibini, okanye iimbadada okanye umsimelelo; kuba umsebénzi ufanelwe kukutya kwakhe.+ Luka 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko hlalani kuloo ndlu,+ nisidla yaye nisela izinto abazilungiselelayo,+ kuba umsebénzi uwufanele umvuzo wakhe.+ Musani ukusuka kule ndlu niye kulaa ndlu.+ 1 Korinte 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba emthethweni kaMoses kubhaliwe kwathiwa: “Uze ungayifaki isicheme inkunzi yenkomo xa ibhula ukutya okuziinkozo.”+ Ziinkunzi zeenkomo na azikhathaleleyo uThixo? 1 Korinte 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo? Galati 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo. 1 Timoti 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba isibhalo sithi: “Ungayifaki isicheme inkunzi yenkomo xa ibhula ukutya okuziinkozo”;+ kanjalo: “Umsebénzi ufanelwe ngumvuzo wakhe.”+
10 okanye ingxowa yokutya yohambo, okanye izambatho zangaphantsi ezibini, okanye iimbadada okanye umsimelelo; kuba umsebénzi ufanelwe kukutya kwakhe.+
7 Ngoko hlalani kuloo ndlu,+ nisidla yaye nisela izinto abazilungiselelayo,+ kuba umsebénzi uwufanele umvuzo wakhe.+ Musani ukusuka kule ndlu niye kulaa ndlu.+
9 Kuba emthethweni kaMoses kubhaliwe kwathiwa: “Uze ungayifaki isicheme inkunzi yenkomo xa ibhula ukutya okuziinkozo.”+ Ziinkunzi zeenkomo na azikhathaleleyo uThixo?
13 Anazi na ukuba abantu abenza imisebenzi engcwele batya+ izinto ezisetempileni, yaye abo bakhonza rhoqo+ esibingelelweni baba nesahlulo sabo kunye nesibingelelo?
6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo.
18 Kuba isibhalo sithi: “Ungayifaki isicheme inkunzi yenkomo xa ibhula ukutya okuziinkozo”;+ kanjalo: “Umsebénzi ufanelwe ngumvuzo wakhe.”+