Levitikus 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Wathi uMoses kuAron noonyana bakhe: “Yiphekeni+ inyama emnyango wentente yokuhlangana, niyidle+ khona apho nesonka esisengobozini yomiselo, kanye njengoko ndayalelwayo, kwathiwa, ‘UAron noonyana bakhe boyidla.’ Luka 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko hlalani kuloo ndlu,+ nisidla yaye nisela izinto abazilungiselelayo,+ kuba umsebénzi uwufanele umvuzo wakhe.+ Musani ukusuka kule ndlu niye kulaa ndlu.+ Roma 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Enyanisweni, baye bakholiswa kukwenjenjalo, ukanti bebenetyala kubo; kuba ukuba iintlanga ziye zabelana ngezinto zazo zokomoya,+ zikwabatyala ukubalungiselela esidlangalaleni aba ngezinto ezizezomzimba wenyama.+ 1 Korinte 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba sihlwayele izinto zokomoya+ kuni, kuyinto enkulu na ukuba siza kuvuna izinto zenyama kuni?+ Hebhere 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaphezu koko, musani ukulibala ukwenza okulungileyo+ nokwabelana ngezinto nabanye, kuba uThixo uyakholiswa yimibingelelo enjalo.+
31 Wathi uMoses kuAron noonyana bakhe: “Yiphekeni+ inyama emnyango wentente yokuhlangana, niyidle+ khona apho nesonka esisengobozini yomiselo, kanye njengoko ndayalelwayo, kwathiwa, ‘UAron noonyana bakhe boyidla.’
7 Ngoko hlalani kuloo ndlu,+ nisidla yaye nisela izinto abazilungiselelayo,+ kuba umsebénzi uwufanele umvuzo wakhe.+ Musani ukusuka kule ndlu niye kulaa ndlu.+
27 Enyanisweni, baye bakholiswa kukwenjenjalo, ukanti bebenetyala kubo; kuba ukuba iintlanga ziye zabelana ngezinto zazo zokomoya,+ zikwabatyala ukubalungiselela esidlangalaleni aba ngezinto ezizezomzimba wenyama.+
16 Ngaphezu koko, musani ukulibala ukwenza okulungileyo+ nokwabelana ngezinto nabanye, kuba uThixo uyakholiswa yimibingelelo enjalo.+