Numeri 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Bonke oonyana bakaSirayeli bambombozela kuMoses noAron,+ yathi kubo yonke indibano: “Akwaba besifele ezweni laseYiputa, okanye akwaba besifele kule ntlango! Numeri 26:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 Kodwa phakathi kwaba kwakungekho mntu wababebhaliswe nguMoses noAron umbingeleli ekubhaliseni kwabo oonyana bakaSirayeli entlango yaseSinayi.+ Numeri 32:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ‘Amadoda awaphuma eYiputa asusela kwaneminyaka engamashumi amabini ubudala ukusa phezulu+ akayi kuwubona umhlaba endawufungela uAbraham, uIsake noYakobi,+ ngenxa yokuba engandilandelanga ngokupheleleyo, Duteronomi 1:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 ‘Akukho namnye kwaba bantu besi sizukulwana sibi uya kulibona ilizwe elihle endafungayo ukulinika ooyihlo,+
2 Bonke oonyana bakaSirayeli bambombozela kuMoses noAron,+ yathi kubo yonke indibano: “Akwaba besifele ezweni laseYiputa, okanye akwaba besifele kule ntlango!
64 Kodwa phakathi kwaba kwakungekho mntu wababebhaliswe nguMoses noAron umbingeleli ekubhaliseni kwabo oonyana bakaSirayeli entlango yaseSinayi.+
11 ‘Amadoda awaphuma eYiputa asusela kwaneminyaka engamashumi amabini ubudala ukusa phezulu+ akayi kuwubona umhlaba endawufungela uAbraham, uIsake noYakobi,+ ngenxa yokuba engandilandelanga ngokupheleleyo,
35 ‘Akukho namnye kwaba bantu besi sizukulwana sibi uya kulibona ilizwe elihle endafungayo ukulinika ooyihlo,+