Isaya 56:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba utsho uYehova kumathenwa agcina iisabatha zam nabanyule oko ndiyoliswa kuko+ nabo babambe umnqophiso wam, ukuthi:+ Mateyu 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba kukho amathenwa azalwa enjalo ukususela esibelekweni sikanina,+ kukho namathenwa enziwa amathenwa ngabantu, kukwakho namathenwa azenze amathenwa ngenxa yobukumkani bamazulu. Lowo unako ukukuvulela ithuba makakuvulele ithuba.”+
4 Kuba utsho uYehova kumathenwa agcina iisabatha zam nabanyule oko ndiyoliswa kuko+ nabo babambe umnqophiso wam, ukuthi:+
12 Kuba kukho amathenwa azalwa enjalo ukususela esibelekweni sikanina,+ kukho namathenwa enziwa amathenwa ngabantu, kukwakho namathenwa azenze amathenwa ngenxa yobukumkani bamazulu. Lowo unako ukukuvulela ithuba makakuvulele ithuba.”+