ABagwebi 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabanikela ezandleni zabaphangi, babaphanga;+ waza wabathengisa esandleni seentshaba zabo ezazibajikelezile,+ kwaye abazange babe nakuma phambi kweentshaba zabo.+ INdumiso 78:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 Weva uThixo+ waza wavutha ngumsindo,+Waza wamcekisa kakhulu uSirayeli.+ INdumiso 106:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Wavutha umsindo kaYehova nxamnye nabantu bakhe,+Walicekisa ilifa lakhe.+
14 Waza wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabanikela ezandleni zabaphangi, babaphanga;+ waza wabathengisa esandleni seentshaba zabo ezazibajikelezile,+ kwaye abazange babe nakuma phambi kweentshaba zabo.+