ABagwebi 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabathengisa+ kwisandla sikaKushan-rishatayim ukumkani waseMesopotamiya;+ yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka bekhonza uKushan-rishatayim iminyaka esibhozo. 2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ INdumiso 106:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Wavutha umsindo kaYehova nxamnye nabantu bakhe,+Walicekisa ilifa lakhe.+
8 Ngenxa yoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabathengisa+ kwisandla sikaKushan-rishatayim ukumkani waseMesopotamiya;+ yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka bekhonza uKushan-rishatayim iminyaka esibhozo.
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+