Levitikus 18:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Nize ke nina niyigcine imimiselo yam nezigwebo zam,+ ningenzi nanye kuzo zonke ezi zinto zicekisekayo, nokuba yinzalelwane okanye ngumphambukeli ophambukele phakathi kwenu.+ Duteronomi 12:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Uze uzilumkele ukuba ungabambiseki uzilandele,+ emva kokubhujiswa kwazo phambi kwakho, yaye ungabuzisi ngoothixo bazo, uthi, ‘Zazibakhonza njani na ezi ntlanga oothixo bazo? Ndiya kwenjenjalo nam.’
26 Nize ke nina niyigcine imimiselo yam nezigwebo zam,+ ningenzi nanye kuzo zonke ezi zinto zicekisekayo, nokuba yinzalelwane okanye ngumphambukeli ophambukele phakathi kwenu.+
30 Uze uzilumkele ukuba ungabambiseki uzilandele,+ emva kokubhujiswa kwazo phambi kwakho, yaye ungabuzisi ngoothixo bazo, uthi, ‘Zazibakhonza njani na ezi ntlanga oothixo bazo? Ndiya kwenjenjalo nam.’