IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 33:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko wathi: “Mna ngenkqu ndiya kuhamba nawe,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika ukuphumla.”+

  • Yoshuwa 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Likhumbuleni ilizwi awaniyalela ngalo+ uMoses umkhonzi kaYehova, esithi, ‘UYehova uThixo wenu uniphumzile, waninika eli lizwe.

  • Yoshuwa 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngoko uYoshuwa walithabatha lonke ilizwe, njengako konke uYehova awakuthembisa uMoses,+ wandula ke uYoshuwa walinika uSirayeli njengelifa ngokwezabelo zakhe, ngokwezizwe zakhe.+ Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+

  • Yoshuwa 22:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke kaloku uYehova uThixo wenu ubanike ukuphumla abazalwana benu, kanye njengoko wayethembisile kubo.+ Ke kaloku jikani niye ezintenteni zenu kwilizwe lelifa lenu, elo uMoses umkhonzi kaYehova waninika lona ngaphesheya kweYordan.+

  • IMizekeliso 16:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Xa uYehova ekholiswa ziindlela zomntu+ ubangela kwaiintshaba zakhe zibe seluxolweni naye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share