Numeri 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waqhubeka wathi uYehova kuAron: “Ezweni labo akuyi kuba nalifa, yaye akuyi kuba nasabelo phakathi kwabo.+ Ndim isabelo sakho nelifa lakho phakathi koonyana bakaSirayeli.+ Duteronomi 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kungenxa yoko le nto uLevi engenasabelo nalifa+ ndawonye nabazalwana bakhe. NguYehova ilifa lakhe, kanye njengoko wathethayo uYehova uThixo wakho kuye.+ Duteronomi 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nize nibe nemihlali phambi koYehova uThixo+ wenu, nina noonyana benu neentombi zenu namakhoboka enu namakhobokazana enu nomLevi osemasangweni enu, ngokuba akanasabelo nalifa nani.+ Yoshuwa 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba uMoses wayezinike ilifa ezinye izizwe ezibini nesinye isiqingatha sesizwe ngaphesheya kweYordan;+ yaye abaLevi akazange abanike lifa phakathi kwazo.+
20 Waqhubeka wathi uYehova kuAron: “Ezweni labo akuyi kuba nalifa, yaye akuyi kuba nasabelo phakathi kwabo.+ Ndim isabelo sakho nelifa lakho phakathi koonyana bakaSirayeli.+
9 Kungenxa yoko le nto uLevi engenasabelo nalifa+ ndawonye nabazalwana bakhe. NguYehova ilifa lakhe, kanye njengoko wathethayo uYehova uThixo wakho kuye.+
12 Nize nibe nemihlali phambi koYehova uThixo+ wenu, nina noonyana benu neentombi zenu namakhoboka enu namakhobokazana enu nomLevi osemasangweni enu, ngokuba akanasabelo nalifa nani.+
3 Kuba uMoses wayezinike ilifa ezinye izizwe ezibini nesinye isiqingatha sesizwe ngaphesheya kweYordan;+ yaye abaLevi akazange abanike lifa phakathi kwazo.+