IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Andiyi kuwagxotha ngonyaka omnye phambi kwakho, ukuze ilizwe lingabi yinkangala ephanzileyo aze ande amarhamncwa asendle phezu kwalo.+

  • Numeri 33:55
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 55 “‘Kambe ke, ukuba anibagxothanga abemi belo lizwe phambi kwenu,+ ngoko abo nibashiyileyo baya kusuka ngokuqinisekileyo babe njengezinto ezihlabayo emehlweni enu nameva emacaleni enu, banibandezele ngenene ezweni eniya kube nihleli kulo.+

  • ABagwebi 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bawagxothe amaYebhusi awayengabemi eYerusalem;+ kodwa amaYebhusi asaqhubeka ehlala noonyana bakaBhenjamin eYerusalem de kube namhla.+

  • ABagwebi 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngako oko uYehova waziyeka ezi ntlanga zahlala, ngokungakhawulezi azigxothe,+ yaye akazange azinikele esandleni sikaYoshuwa.

  • ABagwebi 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye baqhubeka bengabameli bokuvavanya+ uSirayeli ukuze kwazeke enoba babeya kuyithobela na imiyalelo kaYehova awayiyalela ooyise ngoMoses.+

  • ABagwebi 19:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoxa babekufuphi neYebhusi, njengoko nokukhanya kwemini kwakusele kuthambekile kakhulu,+ umlindi wathi enkosini yakhe: “Yiza, kaloku, siphambukele esixekweni samaYebhusi+ size silalise khona.”

  • 2 Samuweli 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngenxa yoko ukumkani namadoda akhe baya eYerusalem nxamnye namaYebhusi+ angabemi belo lizwe, baza bona bathi kuDavide: “Akusayi kungena apha, kodwa iimfama neziqhwala ngokuqinisekileyo ziya kukugxotha,”+ becinga oku: “UDavide akasayi kungena apha.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share