IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Aza amadoda akwaEfrayim abizelwa ndawonye yaye awelela ngasentla, athi kuYifeta: “Bekutheni ukuze uwele uye kulwa noonyana baka-Amoni, ungasibizi thina ukuba sihambe nawe?+ Indlu yakho siza kuyitshisa ngomlilo phezu kwakho.”+

  • 2 Samuweli 19:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Yaye, khangela! onke amadoda akwaSirayeli eza kukumkani, athi kukumkani: “Kutheni na+ ukuze abazalwana bethu amadoda akwaYuda bakube ukuze baweze ukumkani nendlu yakhe nawo onke amadoda akwaDavide kunye naye eYordan?”+

  • 2 Kronike 25:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngako oko uAmatsiya wabahlula, oko kukuthi abaphumi-mkhosi ababeze kuye bevela kwaEfrayim, ukuba baye endaweni yabo. Noko ke, bavutha ngumsindo nxamnye noYuda, kangangokuba babuyela endaweni yabo bevutha ngumsindo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share