IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 9:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 xa ubawo wanilwelayo+ ewubeka esichengeni umphefumlo wakhe+ ukuze anihlangule kwisandla sikaMidiyan;+

  • 1 Samuweli 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uye wabeka nomphefumlo wakhe entendeni yakhe+ waza waxabela umFilisti,+ khon’ ukuze uYehova amenzele usindiso olukhulu+ uSirayeli wonke. Walubona nawe, waba nemihlali. Ngoko kutheni ufanele wone igazi elimsulwa ngokubulalisa+ uDavide ngento elilize?”+

  • 1 Samuweli 28:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke kaloku umfazi lowo weza kuSawule waza wabona ukuba wayephazamiseke kakhulu. Ngoko wathi kuye: “Yabona, isicakakazi sakho silithobele ilizwi lakho, ndaza ndawubeka umphefumlo wam entendeni yam,+ ndawathobela amazwi owathethe kum.

  • 2 Samuweli 23:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Waza wahlabela mgama wathi: “Makube lee kum,+ Yehova, ukuba ndingenza oku! [Ndilisele na] igazi+ lamadoda ahambe umphefumlo wawo usesichengeni?” Akavuma ke ukuwasela.

      Zizo ke ezo izinto ezenziwa ngala madoda mathathu anamandla.

  • Yobhi 13:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kutheni inyama yam ndiyithwele ngamazinyo am

      Ndibeke umphefumlo wam entendeni yam?+

  • INdumiso 119:109
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 109 Umphefumlo wam usentendeni yam rhoqo;+

      Kodwa umthetho wakho andiwulibalanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share