IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 20:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “‘Ukuba ithe indoda okanye umfazi baba neshologu okanye umoya wokuxela kwangaphambili,+ mababulawe bafe.+ Mababagibisele ngamatye bafe. Igazi labo liphezu kwabo.’”+

  • ABagwebi 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ndathi ndakubona ukuba aningobasindisi, ngoko ndazimisela ukuwubeka entendeni yam+ umphefumlo wam ndize ndiwele nxamnye noonyana baka-Amoni.+ Koko uYehova wabanikela esandleni sam. Ngoko kutheni na ukuba nize kulwa nam namhla?”

  • 1 Samuweli 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uye wabeka nomphefumlo wakhe entendeni yakhe+ waza waxabela umFilisti,+ khon’ ukuze uYehova amenzele usindiso olukhulu+ uSirayeli wonke. Walubona nawe, waba nemihlali. Ngoko kutheni ufanele wone igazi elimsulwa ngokubulalisa+ uDavide ngento elilize?”+

  • Yobhi 13:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kutheni inyama yam ndiyithwele ngamazinyo am

      Ndibeke umphefumlo wam entendeni yam?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share