IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Mabangahlali ezweni lakho, kuba hleze bakwenze undone. Ukuba uthe wabakhonza oothixo babo, oko koba ngumgibe kuwe.”+

  • Eksodus 34:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Zilinde ukuba ungenzi mnqophiso nabemi belo zwe uya kulo,+ hleze ube ngumgibe phakathi kwakho.+

  • Duteronomi 7:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Uze uzidle zonke izizwana ezo akunikayo uYehova uThixo wakho.+ Iliso lakho malingabi nosizi ngazo;+ ungabakhonzi oothixo bazo,+ ngokuba kuya kuba ngumgibe oko kuwe.+

  • 1 Kumkani 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 kwiintlanga awayethe ngazo uYehova koonyana bakaSirayeli: “Ningangeni phakathi kwazo,+ nazo zingangeni phakathi kwenu; eneneni ziya kwenza intliziyo yenu ityekele ekulandeleni oothixo bazo.”+ USolomon wanamathela+ kubo wabathanda.

  • INdumiso 78:58
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 58 Yaye baqhubeka bemcaphukisa ngeendawo zabo eziphakamileyo,+

      Nangemifanekiso yabo eqingqiweyo baqhubeka bemenza abe nekhwele.+

  • INdumiso 106:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Bakhonza izithixo zazo,+

      Zona ke ezi zaba ngumgibe kubo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share