IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 43:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Bathi: “Ubawo, umkhonzi wakho, uphilile. Usadla ubomi.” Bandula ke bathoba baqubuda.+

  • 1 Samuweli 24:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko uDavide wesuka emva koko waphuma emqolombeni waza wamemeza kuSawule, esithi: “Nkosi yam+ kumkani!” USawule wakhangela emva kwakhe, waza uDavide wathoba ngobuso bakhe emhlabeni+ waqubuda.

  • 1 Samuweli 25:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni.

  • 2 Samuweli 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Akungena ke kuDavide uMefibhoshete unyana kaYonatan unyana kaSawule, kwaoko wawa ngobuso waza waqubuda.+ Wandula ke uDavide wathi: “Mefibhoshete!” yena ke wathi koko: “Nguye lo umkhonzi wakho.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share