1 Samuweli 27:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko uAkishe wamkholelwa+ uDavide, ezixelela oku: “Ngokungathandabuzekiyo unevumba elibi phakathi kwabantu bakowabo kwaSirayeli;+ uya kuba ngumkhonzi wam ukusa kwixesha elingenammiselo.” 2 Samuweli 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngoko isicakakazi sakho sathi, ‘Ilizwi lenkosi yam ukumkani malibe lelinika ukuphumla.’ Kuba kanye njengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso injalo inkosi yam ukumkani, ukwahlula okulungileyo kokubi,+ yaye ngamana uYehova uThixo wakho angaba nawe.” 2 Samuweli 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Umkhonzi wakho uYowabhi wenze le nto ukuze bujikwe ubuso balo mbandela, kodwa inkosi yam ilumke ngokungathi kungobulumko bengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso khon’ ukuze yazi konke okusemhlabeni.” 2 Samuweli 19:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko yena wamnyelisa+ umkhonzi wakho enkosini yam ukumkani. Kodwa inkosi yam ukumkani injengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso, ngoko ke yenza okulungileyo emehlweni akho. IMizekeliso 14:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Inkoliseko yokumkani ikumkhonzi owenza ngengqiqo,+ kodwa ukuvutha kwakhe ngumsindo kukwabo benza okuziintloni.+ Galati 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye oko kusenyameni yam okwakusisilingo kuni, anizange nikudelele okanye nikucekise; kodwa nandamkela njengengelosi+ kaThixo, njengoKristu Yesu.+
12 Ngenxa yoko uAkishe wamkholelwa+ uDavide, ezixelela oku: “Ngokungathandabuzekiyo unevumba elibi phakathi kwabantu bakowabo kwaSirayeli;+ uya kuba ngumkhonzi wam ukusa kwixesha elingenammiselo.”
17 ngoko isicakakazi sakho sathi, ‘Ilizwi lenkosi yam ukumkani malibe lelinika ukuphumla.’ Kuba kanye njengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso injalo inkosi yam ukumkani, ukwahlula okulungileyo kokubi,+ yaye ngamana uYehova uThixo wakho angaba nawe.”
20 Umkhonzi wakho uYowabhi wenze le nto ukuze bujikwe ubuso balo mbandela, kodwa inkosi yam ilumke ngokungathi kungobulumko bengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso khon’ ukuze yazi konke okusemhlabeni.”
27 Ngoko yena wamnyelisa+ umkhonzi wakho enkosini yam ukumkani. Kodwa inkosi yam ukumkani injengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso, ngoko ke yenza okulungileyo emehlweni akho.
35 Inkoliseko yokumkani ikumkhonzi owenza ngengqiqo,+ kodwa ukuvutha kwakhe ngumsindo kukwabo benza okuziintloni.+
14 Yaye oko kusenyameni yam okwakusisilingo kuni, anizange nikudelele okanye nikucekise; kodwa nandamkela njengengelosi+ kaThixo, njengoKristu Yesu.+