IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 USawule ke wazinyulela amadoda angamawaka amathathu kwaSirayeli; yaye amawaka amabini aba kunye noSawule eMikimashe+ nakummandla weentaba waseBheteli, iwaka laba kunye noYonatan+ eGibheya+ yakwaBhenjamin, abanye abantu wabandulula, ngamnye waya ententeni yakhe.

  • 1 Samuweli 14:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Elinye izinyo laliyintsika ngasemntla ekhangelene neMikimashe,+ nelinye lalingasemzantsi likhangelene neGebha.+

  • Isaya 10:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ufikile eAyati;+ udlule eMigron; eMikimashe+ ubeka impahla yakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share