IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 USawule ke wazinyulela amadoda angamawaka amathathu kwaSirayeli; yaye amawaka amabini aba kunye noSawule eMikimashe+ nakummandla weentaba waseBheteli, iwaka laba kunye noYonatan+ eGibheya+ yakwaBhenjamin, abanye abantu wabandulula, ngamnye waya ententeni yakhe.

  • 1 Samuweli 14:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwathi ke ngamini ithile uYonatan+ unyana kaSawule wathi kumlindi owayethwele izixhobo zakhe: “Yiza siwelele enkampini yamaFilisti angaphesheya phaya.” Kodwa akazange amxelele uyise oko.+

  • 1 Kronike 9:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ke yena uNere,+ wazala uKishe;+ uKishe wazala uSawule;+ uSawule wazala uYonatan+ noMaleki-shuwa+ noAbhinadabhi+ noEshbhali.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share