2 Kronike 13:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Akaba saba namandla+ uYerobhoham ngemihla ka-Abhiya; kodwa uYehova wambetha ngesibetho,+ ngokokude afe. Yobhi 14:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanomntu uyalala aze angavuki.+De izulu lingabikho abayi kuvuka,+Yaye abayi kuvuswa ebuthongweni babo.+
20 Akaba saba namandla+ uYerobhoham ngemihla ka-Abhiya; kodwa uYehova wambetha ngesibetho,+ ngokokude afe.
12 Kwanomntu uyalala aze angavuki.+De izulu lingabikho abayi kuvuka,+Yaye abayi kuvuswa ebuthongweni babo.+