1 Samuweli 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwandula ke kwabakho ukungcangcazela+ enkampini esendle naphakathi kwabo bonke abantu abasenkampini; nomkhosi wabaphangi+ wangcangcazela, wona kanye, nomhlaba waqala ukunyikima,+ yaba kukungcangcazela okuvela kuThixo.+ Yobhi 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unyikimisa umhlaba usuke endaweni yawo,Ukuze kwaneentsika+ zawo zididizele. INdumiso 68:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umhlaba wanyikima,+Kwanamazulu avuza ngenxa kaThixo;+ISinayi le yanyikima ngenxa kaThixo,+ uTHIXO kaSirayeli.+ Nahum 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iintaba zinyikimile ngenxa yakhe, neenduli ziyanyibilika.+ Yaye umhlaba uya kufukuka ngenxa yobuso bakhe; nelizwe elinemveliso, nabo bonke abahlala kulo.+
15 Kwandula ke kwabakho ukungcangcazela+ enkampini esendle naphakathi kwabo bonke abantu abasenkampini; nomkhosi wabaphangi+ wangcangcazela, wona kanye, nomhlaba waqala ukunyikima,+ yaba kukungcangcazela okuvela kuThixo.+
8 Umhlaba wanyikima,+Kwanamazulu avuza ngenxa kaThixo;+ISinayi le yanyikima ngenxa kaThixo,+ uTHIXO kaSirayeli.+
5 Iintaba zinyikimile ngenxa yakhe, neenduli ziyanyibilika.+ Yaye umhlaba uya kufukuka ngenxa yobuso bakhe; nelizwe elinemveliso, nabo bonke abahlala kulo.+