1 Kumkani 17:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa wathi kuye: “Ndinike unyana wakho.” Wandula ke wamthabatha esifubeni sakhe wamthwala wamsa kwigumbi eliseluphahleni,+ apho wayehlala khona, waza wambeka esingqengqelweni sakhe.+ Mateyu 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, wena, xa uthandaza, ngena egumbini lakho langasese+ uze, wakuba uluvalile ucango lwakho, uthandaze kuYihlo osemfihlekweni;+ yaye uYihlo okhangela emfihlekweni uya kukubuyekeza.
19 Kodwa wathi kuye: “Ndinike unyana wakho.” Wandula ke wamthabatha esifubeni sakhe wamthwala wamsa kwigumbi eliseluphahleni,+ apho wayehlala khona, waza wambeka esingqengqelweni sakhe.+
6 Noko ke, wena, xa uthandaza, ngena egumbini lakho langasese+ uze, wakuba uluvalile ucango lwakho, uthandaze kuYihlo osemfihlekweni;+ yaye uYihlo okhangela emfihlekweni uya kukubuyekeza.