1 Kumkani 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye wabiza kuYehova esithi: “Owu Yehova Thixo wam,+ ngaba uza kumenzakalisa na nalo mhlolokazi ndihlala naye njengomphambukeli ngokubulala unyana wakhe?” Yohane 11:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko ke balisusa ilitye. Ke kaloku uYesu wawaphakamisela ezulwini+ amehlo akhe waza wathi: “Bawo, ndiyakubulela ngokuba uye wandiva.+ IZenzo 9:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kodwa uPetros wakhuphela phandle+ wonke ubani, waguqa ngamadolo, wathandaza, waza waphethukela kwisidumbu wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe waza, njengoko wayebona uPetros, wahlala nkqo.+
20 Yaye wabiza kuYehova esithi: “Owu Yehova Thixo wam,+ ngaba uza kumenzakalisa na nalo mhlolokazi ndihlala naye njengomphambukeli ngokubulala unyana wakhe?”
41 Ngoko ke balisusa ilitye. Ke kaloku uYesu wawaphakamisela ezulwini+ amehlo akhe waza wathi: “Bawo, ndiyakubulela ngokuba uye wandiva.+
40 Kodwa uPetros wakhuphela phandle+ wonke ubani, waguqa ngamadolo, wathandaza, waza waphethukela kwisidumbu wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe waza, njengoko wayebona uPetros, wahlala nkqo.+