1 Kumkani 22:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Ke yena uAhaziya+ unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya ngonyaka weshumi elinesixhenxe kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda, yaye waqhubeka elawula kwaSirayeli iminyaka emibini.
51 Ke yena uAhaziya+ unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya ngonyaka weshumi elinesixhenxe kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda, yaye waqhubeka elawula kwaSirayeli iminyaka emibini.