IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 11:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Waphuma umntu lowo obefile, iinyawo nezandla zakhe zibotshwe ngezithandelo,+ nobuso bakhe busongelwe ngelaphu. UYesu wathi kubo: “Mkhululeni nize nimyeke ahambe.”

  • Hebhere 11:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Abafazi babamkela abafileyo babo bevukile;+ kodwa abanye abantu bathuthunjiswa ngenxa yokuba bengafumananga kukhululwa ngentlawulelo, ukuze bafikelele uvuko olulunge ngakumbi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share