1 Kumkani 17:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ekugqibeleni uYehova waliphulaphula ilizwi likaEliya,+ waza umphefumlo womntwana wabuyela kuye waza wabuyela ebomini.+ 2 Kumkani 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ekugqibeleni wenyuka walala phezu komntwana+ waza wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe namehlo akhe phezu kwamehlo akhe neentende zakhe phezu kweentende zakhe, waqhubeka egobile phezu kwakhe, yaye ngokuthe ngcembe inyama yomntwana yafudumala.
22 Ekugqibeleni uYehova waliphulaphula ilizwi likaEliya,+ waza umphefumlo womntwana wabuyela kuye waza wabuyela ebomini.+
34 Ekugqibeleni wenyuka walala phezu komntwana+ waza wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe namehlo akhe phezu kwamehlo akhe neentende zakhe phezu kweentende zakhe, waqhubeka egobile phezu kwakhe, yaye ngokuthe ngcembe inyama yomntwana yafudumala.