Duteronomi 32:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Bonani ke ngoku, ukuba mna ndinguye+Abakho oothixo abakunye nam.+Ndiyabulala, ndidlise ubomi.+Ndingxwelerha ngokuqatha,+ ndibuye ndiphilise,+Akakho ongakuxhwila okusesandleni sam.+ 1 Samuweli 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova unguMbulali noMlondolozi wobomi,+Owehlisela eShiyol,+ kwaYena uyanyusa.+ 2 Kumkani 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ekugqibeleni wenyuka walala phezu komntwana+ waza wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe namehlo akhe phezu kwamehlo akhe neentende zakhe phezu kweentende zakhe, waqhubeka egobile phezu kwakhe, yaye ngokuthe ngcembe inyama yomntwana yafudumala. 2 Kumkani 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye kwathi njengoko babengcwaba enye indoda, kaloku, khangela babona amatutu. Kwaoko bayiphosa loo ndoda kwindawo awayengcwatywe kuyo uElisha baza bemka. Xa indoda leyo yadibana namathambo kaElisha, ngoko nangoko yaphila+ yaza yema ngeenyawo zayo.+ Luka 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wavuka umfi wahlala nkqo waza wathetha, wandula ke wamnikela kunina.+ Luka 8:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Umoya wayo+ wabuya, yaza yavuka+ ngephanyazo, yaye wayalela ukuba inikwe into yokudla.+ Yohane 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Musani ukumangaliswa koku, kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abo bakumangcwaba enkumbulo+ balive ilizwi lakhe Yohane 11:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Waphuma umntu lowo obefile, iinyawo nezandla zakhe zibotshwe ngezithandelo,+ nobuso bakhe busongelwe ngelaphu. UYesu wathi kubo: “Mkhululeni nize nimyeke ahambe.” IZenzo 9:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Emnika isandla sakhe, wamphakamisa,+ yaye wabiza abo bangcwele nabahlolokazi waza wamzisa ephila.+ IZenzo 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uPawulos wehla, waziphosa kuye+ waza wamwola, wathi: “Musani ukuvusa ingxokozelo, kuba umphefumlo wakhe ukuye.”+ Roma 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ngenxa yoku uKristu wafa waza wabuyela ebomini kwakhona,+ ukuze abe yiNkosi yabafileyo+ nabaphilayo.+
39 Bonani ke ngoku, ukuba mna ndinguye+Abakho oothixo abakunye nam.+Ndiyabulala, ndidlise ubomi.+Ndingxwelerha ngokuqatha,+ ndibuye ndiphilise,+Akakho ongakuxhwila okusesandleni sam.+
34 Ekugqibeleni wenyuka walala phezu komntwana+ waza wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe namehlo akhe phezu kwamehlo akhe neentende zakhe phezu kweentende zakhe, waqhubeka egobile phezu kwakhe, yaye ngokuthe ngcembe inyama yomntwana yafudumala.
21 Yaye kwathi njengoko babengcwaba enye indoda, kaloku, khangela babona amatutu. Kwaoko bayiphosa loo ndoda kwindawo awayengcwatywe kuyo uElisha baza bemka. Xa indoda leyo yadibana namathambo kaElisha, ngoko nangoko yaphila+ yaza yema ngeenyawo zayo.+
28 Musani ukumangaliswa koku, kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abo bakumangcwaba enkumbulo+ balive ilizwi lakhe
44 Waphuma umntu lowo obefile, iinyawo nezandla zakhe zibotshwe ngezithandelo,+ nobuso bakhe busongelwe ngelaphu. UYesu wathi kubo: “Mkhululeni nize nimyeke ahambe.”
41 Emnika isandla sakhe, wamphakamisa,+ yaye wabiza abo bangcwele nabahlolokazi waza wamzisa ephila.+
10 Kodwa uPawulos wehla, waziphosa kuye+ waza wamwola, wathi: “Musani ukuvusa ingxokozelo, kuba umphefumlo wakhe ukuye.”+
9 Kuba ngenxa yoku uKristu wafa waza wabuyela ebomini kwakhona,+ ukuze abe yiNkosi yabafileyo+ nabaphilayo.+