Genesis 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+ Genesis 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Mna ke, uyabona, ndizisa unogumbe+ wamanzi emhlabeni ukuze onakalise yonke inyama asebenzayo kuyo amandla obomi+ phantsi kwamazulu. Yonke into esemhlabeni iya kubhubha.+ Yobhi 33:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndenziwa ngumoya kaThixo,+Nempefumlo kaSomandla yandidlisa ubomi.+ INtshumayeli 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Siyafana isiphelo soonyana boluntu nesiphelo sesilo.+ Njengoko kunjalo ukufa kwaso, kunjalo nokufa kwabo;+ yaye zonke zinomoya omnye,+ khon’ ukuze kungabikho kongama komntu kunesilo, ngokuba yonk’ into ingamampunge. Isaya 42:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Utsho uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uMdali wamazulu+ naLowo uZukileyo owanekayo;+ Lowo utwabulula umhlaba+ nemveliso yawo,+ Lowo unika abantu abakuwo+ impefumlo,+ nobanika umoya abo bahamba kuwo,+ ukuthi: ISityhilelo 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Emva kweentsuku+ ezintathu ezinesiqingatha umoya wobomi ovela kuThixo wangena kuwo,+ kwaye ema ngeenyawo zawo, baza abo bawabonayo bangenwa luloyiko olukhulu.
7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+
17 “Mna ke, uyabona, ndizisa unogumbe+ wamanzi emhlabeni ukuze onakalise yonke inyama asebenzayo kuyo amandla obomi+ phantsi kwamazulu. Yonke into esemhlabeni iya kubhubha.+
19 Siyafana isiphelo soonyana boluntu nesiphelo sesilo.+ Njengoko kunjalo ukufa kwaso, kunjalo nokufa kwabo;+ yaye zonke zinomoya omnye,+ khon’ ukuze kungabikho kongama komntu kunesilo, ngokuba yonk’ into ingamampunge.
5 Utsho uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uMdali wamazulu+ naLowo uZukileyo owanekayo;+ Lowo utwabulula umhlaba+ nemveliso yawo,+ Lowo unika abantu abakuwo+ impefumlo,+ nobanika umoya abo bahamba kuwo,+ ukuthi:
11 Emva kweentsuku+ ezintathu ezinesiqingatha umoya wobomi ovela kuThixo wangena kuwo,+ kwaye ema ngeenyawo zawo, baza abo bawabonayo bangenwa luloyiko olukhulu.