Levitikus 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Yithi koonyana bakaSirayeli, ‘Nawuphi na umntu koonyana bakaSirayeli, naye nawuphi na umphambukeli ophambukele kwaSirayeli, othe wanikela nayiphi na yenzala yakhe kuMoleki,+ makabulawe afe. Abantu belizwe eli bafanele bamgibisele ngamatye afe. Duteronomi 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+ 2 Kumkani 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe. 2 Kronike 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+ 2 Kronike 33:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye wadlulisa oonyana bakhe emlilweni+ entlanjeni yonyana kaHinom,+ waza waqhelisela umlingo+ wasebenzisa ukuvumisa+ waqhelisela nokukhafula+ wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili+ abaziinkunkqele. Wenza okubi emehlweni kaYehova ngokomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.+ INdumiso 106:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Babebingelela ngoonyana babo+Nangeentombi zabo kwiidemon.+ Isaya 57:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+ Yeremiya 7:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+ Hezekile 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Wathabatha oonyana bakho neentombi zakho owazizalela mna,+ wabingelela ngazo ukuze ziqwengwe+—azanelanga na ezo izenzo zakho zobunongogo? Hezekile 23:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kuba bakrexezile+ nezandla zabo zinegazi,+ bakrexeze nezithixo zabo ezinezothe.+ Yaye, ngapha koko, oonyana babo ababazalela mna babadlulise emlilweni njengokutya kuzo.+
2 “Yithi koonyana bakaSirayeli, ‘Nawuphi na umntu koonyana bakaSirayeli, naye nawuphi na umphambukeli ophambukele kwaSirayeli, othe wanikela nayiphi na yenzala yakhe kuMoleki,+ makabulawe afe. Abantu belizwe eli bafanele bamgibisele ngamatye afe.
10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+
10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe.
3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+
6 Yaye wadlulisa oonyana bakhe emlilweni+ entlanjeni yonyana kaHinom,+ waza waqhelisela umlingo+ wasebenzisa ukuvumisa+ waqhelisela nokukhafula+ wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili+ abaziinkunkqele. Wenza okubi emehlweni kaYehova ngokomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.+
5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+
31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+
20 “‘Wathabatha oonyana bakho neentombi zakho owazizalela mna,+ wabingelela ngazo ukuze ziqwengwe+—azanelanga na ezo izenzo zakho zobunongogo?
37 Kuba bakrexezile+ nezandla zabo zinegazi,+ bakrexeze nezithixo zabo ezinezothe.+ Yaye, ngapha koko, oonyana babo ababazalela mna babadlulise emlilweni njengokutya kuzo.+