IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “‘Uze ungavumeli namnye wenzala yakho ukuba anikelwe+ kuMoleki.+ Ungalihlambeli+ igama loThixo wakho ngaloo ndlela. NdinguYehova.+

  • Levitikus 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ke mna ndiya kumchasa loo mntu, ndize ndimnqumle phakathi kwabantu bakowabo,+ kuba eyinikele kuMoleki inxalenye yenzala yakhe ukuze ayenze inqambi indawo yam engcwele+ aze alihlambele igama lam elingcwele.+

  • Duteronomi 17:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 laya lanqula thixo bambi laqubuda kubo okanye laqubuda elangeni okanye enyangeni okanye kumkhosi wonke wamazulu,+ nto leyo endingayiyalelanga,+

  • Yeremiya 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Bamakhela uBhahali iindawo eziphakamileyo ukuze batshise oonyana babo emlilweni njengomnikelo otshiswa kuphele kuBhahali,+ nto leyo endingakhange ndibayalele yona okanye ndiyithethe,+ nengakhange ithi qatha entliziyweni yam.”’+

  • Yeremiya 32:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Ngapha koko, bakha iindawo eziphakamileyo zikaBhahali+ ezisentlanjeni yonyana kaHinom,+ ukuze badlulise oonyana babo neentombi zabo emlilweni+ kuMoleki,+ nto leyo endingabayalelanga yona,+ nengathanga qatha entliziyweni yam ukuba bayenze, le nto icekisekayo,+ ngenjongo yokonisa uYuda.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share