2 Kumkani 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli,+ wadlulisa nonyana wakhe emlilweni,+ ngokuvumelana nezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo ngenxa yoonyana bakaSirayeli. 2 Kronike 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+
3 Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli,+ wadlulisa nonyana wakhe emlilweni,+ ngokuvumelana nezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo ngenxa yoonyana bakaSirayeli.
3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+