IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uye wabeka nomphefumlo wakhe entendeni yakhe+ waza waxabela umFilisti,+ khon’ ukuze uYehova amenzele usindiso olukhulu+ uSirayeli wonke. Walubona nawe, waba nemihlali. Ngoko kutheni ufanele wone igazi elimsulwa ngokubulalisa+ uDavide ngento elilize?”+

  • 2 Samuweli 23:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nguye lowo wesukayo wawaxabela amaFilisti sada isandla sakhe satyhafa yaye isandla sakhe sasuka sanamathela ekreleni,+ ngokokude uYehova enze usindiso olukhulu ngaloo mini;+ yaye ke bona abantu, babuya emva kwakhe ukuza kuthimba nje kuphela abo baxatyelweyo.+

  • INdumiso 18:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 Wenzela ukumkani wakhe izenzo ezikhulu zosindiso+

      Yaye umenzela ububele bothando othanjisiweyo wakhe,+

      UDavide nembewu yakhe kuse kwixesha elingenammiselo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share