IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye.

  • Nehemiya 9:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwaye wayifumana ithembekile intliziyo yakhe phambi kwakho;+ ngoko wenza isivumelwano somnqophiso+ naye ukuba womnika ilizwe lamaKanan, namaHiti, nama-Amori namaPerizi namaYebhusi namaGirgashi, ukuba ulinike imbewu yakhe;+ yaye wawaphumeza amazwi akho, ngenxa yokuba ulilungisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share