Numeri 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Sisondeze isizwe sakwaLevi,+ usimise phambi koAron umbingeleli, ukuze silungiselele+ kuye. Numeri 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye abazalwana bakho besizwe sakwaLevi, isizwana sikayihlo, ndawonye nawe, uze ubasondeze, banamathele kuwe ukuze bakulungiselele,+ wena noonyana bakho abakunye nawe, phambi kwentente yeSingqino.+ Numeri 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Mna ke, khangela! ndibathabathile abazalwana benu, abaLevi, phakathi koonyana bakaSirayeli,+ baba sisipho kuni,+ njengoko benikelwe kuYehova ukuze baphumeze inkonzo ententeni yokuhlangana.+ Duteronomi 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ngelo xesha uYehova wasahlula isizwe sakwaLevi+ ukuba sithwale ityeya yomnqophiso kaYehova,+ nokuba sime phambi koYehova silungiselele kuye+ size sisikelele egameni lakhe unanamhla.+ Luka 12:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Kodwa elo lingaqondanga+ laza ngoko lenza izinto ezifanelwe yimivumbo liya kubethwa embalwa.+ Eneneni, wonk’ ubani onikwe okuninzi, kuya kufunwa okuninzi+ kuye; nalowo abantu bambeke ukuba aphathe okuninzi, baya kufuna okungakumbi kunokuqhelekileyo kuye.+
2 Yaye abazalwana bakho besizwe sakwaLevi, isizwana sikayihlo, ndawonye nawe, uze ubasondeze, banamathele kuwe ukuze bakulungiselele,+ wena noonyana bakho abakunye nawe, phambi kwentente yeSingqino.+
6 Mna ke, khangela! ndibathabathile abazalwana benu, abaLevi, phakathi koonyana bakaSirayeli,+ baba sisipho kuni,+ njengoko benikelwe kuYehova ukuze baphumeze inkonzo ententeni yokuhlangana.+
8 “Ngelo xesha uYehova wasahlula isizwe sakwaLevi+ ukuba sithwale ityeya yomnqophiso kaYehova,+ nokuba sime phambi koYehova silungiselele kuye+ size sisikelele egameni lakhe unanamhla.+
48 Kodwa elo lingaqondanga+ laza ngoko lenza izinto ezifanelwe yimivumbo liya kubethwa embalwa.+ Eneneni, wonk’ ubani onikwe okuninzi, kuya kufunwa okuninzi+ kuye; nalowo abantu bambeke ukuba aphathe okuninzi, baya kufuna okungakumbi kunokuqhelekileyo kuye.+