Duteronomi 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Makangangeni ebandleni likaYehova umAmoni okanye umMowabhi.+ Nesizukulwana sabo seshumi masingangeni ebandleni likaYehova kuse kwixesha elingenammiselo, 1 Kumkani 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UKumkani uSolomon wayethanda abafazi basemzini+ abaninzi kunye nentombi kaFaro,+ amaMowabhikazi,+ ama-Amonikazi,+ amaEdomikazi,+ amaSidonikazi+ namaHitikazi,+ Nehemiya 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kwakungekho ngenxa yaba na awathi uSolomon ukumkani wakwaSirayeli wona?+ Yaye phakathi kweentlanga ezininzi kwakungekho kumkani unjengaye;+ kwaye wayethandwa nguThixo wakhe,+ kangangokuba uThixo wamenza ukumkani wakhe wonke uSirayeli. Kwanaye abafazi basemzini bamonisa.+
3 “Makangangeni ebandleni likaYehova umAmoni okanye umMowabhi.+ Nesizukulwana sabo seshumi masingangeni ebandleni likaYehova kuse kwixesha elingenammiselo,
11 UKumkani uSolomon wayethanda abafazi basemzini+ abaninzi kunye nentombi kaFaro,+ amaMowabhikazi,+ ama-Amonikazi,+ amaEdomikazi,+ amaSidonikazi+ namaHitikazi,+
26 Kwakungekho ngenxa yaba na awathi uSolomon ukumkani wakwaSirayeli wona?+ Yaye phakathi kweentlanga ezininzi kwakungekho kumkani unjengaye;+ kwaye wayethandwa nguThixo wakhe,+ kangangokuba uThixo wamenza ukumkani wakhe wonke uSirayeli. Kwanaye abafazi basemzini bamonisa.+