Estere 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 oonyana abalishumi+ bakaHaman+ unyana kaHamedata, lowo wayebonakalisa ubutshaba kumaYuda,+ ababulala; kodwa awazange ase isandla sawo ekuphangeni.+ Yobhi 27:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba oonyana bakhe baba baninzi, kukwenzela ikrele;+Yaye inzala yakhe ayiyi kuba nokutya okwaneleyo.
10 oonyana abalishumi+ bakaHaman+ unyana kaHamedata, lowo wayebonakalisa ubutshaba kumaYuda,+ ababulala; kodwa awazange ase isandla sawo ekuphangeni.+
14 Ukuba oonyana bakhe baba baninzi, kukwenzela ikrele;+Yaye inzala yakhe ayiyi kuba nokutya okwaneleyo.