INdumiso 104:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Zonke ezi—zihlala zilindele kuwe+Ukuba uzinike ukutya kwazo ngexesha lako.+ INdumiso 147:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Unika izilo ukutya kwazo,+Amantshontsho ehlungulu aqhubeka ekhala.+ Mateyu 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Qwalaselani ngenyameko iintaka+ zezulu, ngokuba azihlwayeli mbewu, azivuni yaye azihlanganisi koovimba; ukanti uYihlo osemazulwini uyazondla. Anixabisekanga ngaphezu kwazo na?+ Luka 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Phawulani kakuhle ukuba amahlungulu+ akahlwayeli mbewu yaye akavuni, yaye akanasisele navimba, ukanti uThixo uyawondla. Nixabiseke kangakanani ke nina kuneentaka?+
26 Qwalaselani ngenyameko iintaka+ zezulu, ngokuba azihlwayeli mbewu, azivuni yaye azihlanganisi koovimba; ukanti uYihlo osemazulwini uyazondla. Anixabisekanga ngaphezu kwazo na?+
24 Phawulani kakuhle ukuba amahlungulu+ akahlwayeli mbewu yaye akavuni, yaye akanasisele navimba, ukanti uThixo uyawondla. Nixabiseke kangakanani ke nina kuneentaka?+