1 Kronike 29:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba singabaphambukeli phambi kwakho nabafiki+ kanye njengookhokho bethu. Injengomthunzi imihla yethu phezu kwehlabathi+ yaye alikho ithemba. INdumiso 102:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Imihla yam injengokoluka kwamathunzi,+Yaye mna ndomile njengotyani.+ INdumiso 144:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umntu ufana nomphunga nje;+Imihla yakhe injengethunzi elidlulayo.+ INtshumayeli 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+
15 Kuba singabaphambukeli phambi kwakho nabafiki+ kanye njengookhokho bethu. Injengomthunzi imihla yethu phezu kwehlabathi+ yaye alikho ithemba.
13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+