INdumiso 39:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ndathi: “Ndiya kuzilinda iindlela zam+Ukuze ndilugcine ulwimi lwam lungoni.+Ndiya kubeka isicheme njengomlindi emlonyeni wam,+Logama nje kukho ongendawo phambi kwam.”+ IMizekeliso 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuzola kolwimi ngumthi wobomi,+ kodwa ubugqwetha buyawaphula umoya.+ Yakobi 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ukuba umntu uzibona engumnquli ofanelekileyo+ ukanti engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe,+ kodwa eqhubeka ekhohlisa intliziyo yakhe,+ unqulo lwakhe luphuthile.+ Yakobi 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ulwimi, akukho namnye kuluntu onako ukulwenza mbuna. Luyinto engalawulekiyo embi, luzele yityhefu ebulalayo.+
39 Ndathi: “Ndiya kuzilinda iindlela zam+Ukuze ndilugcine ulwimi lwam lungoni.+Ndiya kubeka isicheme njengomlindi emlonyeni wam,+Logama nje kukho ongendawo phambi kwam.”+
26 Ukuba umntu uzibona engumnquli ofanelekileyo+ ukanti engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe,+ kodwa eqhubeka ekhohlisa intliziyo yakhe,+ unqulo lwakhe luphuthile.+
8 Kodwa ulwimi, akukho namnye kuluntu onako ukulwenza mbuna. Luyinto engalawulekiyo embi, luzele yityhefu ebulalayo.+