INdumiso 33:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Imiphefumlo yethu ibilindele kuYehova.+Umncedi wethu nekhaka lethu nguye.+ Isaya 42:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova uya kuphuma njengendoda enamandla.+ Uya kuvusa inzondelelo njengendoda yokulwa.+ Uya kukhwaza, ewe, uya kuhlaba umkhosi;+ uya kuzibonakalisa enamandla ngakumbi phezu kweentshaba zakhe.+
13 UYehova uya kuphuma njengendoda enamandla.+ Uya kuvusa inzondelelo njengendoda yokulwa.+ Uya kukhwaza, ewe, uya kuhlaba umkhosi;+ uya kuzibonakalisa enamandla ngakumbi phezu kweentshaba zakhe.+