INdumiso 101:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Andiyi kubeka nantoni na yobutshijolo phambi kwamehlo am.+Ndikuthiyile ukwenza kwabo baphambukayo;+Akunamatheli kum.+ Isaya 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngenxa yokuba nina nithe: “Senze umnqophiso nokuFa;+ senze umbono+ neShiyol; umkhukula ophuphumayo, ukuba kunokwenzeka udlule, awuyi kufika kuthi, kuba senze ubuxoki baba yindawo yethu+ yokusabela yaye sizifihle ngokuxoka”;+
3 Andiyi kubeka nantoni na yobutshijolo phambi kwamehlo am.+Ndikuthiyile ukwenza kwabo baphambukayo;+Akunamatheli kum.+
15 Ngenxa yokuba nina nithe: “Senze umnqophiso nokuFa;+ senze umbono+ neShiyol; umkhukula ophuphumayo, ukuba kunokwenzeka udlule, awuyi kufika kuthi, kuba senze ubuxoki baba yindawo yethu+ yokusabela yaye sizifihle ngokuxoka”;+