IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 15:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Uze ke ulumkele ukuba kungabikho butshijolo entliziyweni+ yakho, uthi, ‘Usondele unyaka wesixhenxe, unyaka wokukhulula,’+ lize lingabi nasisa iliso lakho ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo,+ ungamniki nto, aze akhale ngawe+ kuYehova, ube nesono.+

  • Yoshuwa 23:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Yaye nimele nibe nesibindi kakhulu+ nigcine nize nenze konke okubhalwe encwadini+ yomthetho kaMoses ngokungaze nisuke kuyo niye ngasekunene okanye ngasekhohlo,+

  • INdumiso 40:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Inoyolo indoda eyomeleleyo ebeke inkoloseko yayo kuYehova+

      Nengabubhekisanga kubantu abadelelayo ubuso bayo,

      Nakwabo baphambukela ebuxokini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share